Submit your work, meet writers and drop the ads. Become a member
wendy maqwazima Oct 2016
abadala sube bengaphazami xabe sithi isxhosa asitolikwa...
njenga ndoda nganye inentonga yayo esimelela ngayo  
lento iluthando iyakakaswa okwe sana elibomvu iyanaswa iyatefiswa kuba kalok yona ayifani na ntoni na onothi uyihluthe naku bani na...ibalulekile!
bendinothi ndanelisekile
bendinothi ndonwabile
bendinothi ndikhululekile
ntonje igqondo ixakekile nomphemfulo udandathekile
intliziyo yophukile ngamathemba  angekhoyo...
mhla kwa phuma ilanga kwa vela ukukhanya...uzundibize!






.
ukukhanya zanyamalala zonke ipazamo ne ingxaki uze unsibiE

— The End —