Hello Poetry
Submit your work and get some sparkles! Create free account
"intliziyo" poems
abadala sube bengaphazami xabe sithi isxhosa asitolikwa... njenga ndoda nganye inentonga yayo esimelela ngayo   lento iluthando iyakakaswa okwe sana elibomvu iyanaswa iyatefiswa kuba kalok yona ayifani na ntoni na onothi uyihluthe naku bani na...ibalulekile! bendinothi ndanelisekile bendinothi ndonwabile bendinothi ndikhululekile ntonje igqondo ixakekile nomphemfulo udandathekile intliziyo yophukile ngamathemba angekhoyo... mhla kwa phuma ilanga kwa vela ukukhanya...uzundibize! . ukukhanya zanyamalala zonke ipazamo ne ingxaki uze unsibiE
0
Oct 10, 2016
Oct 10, 2016 at 5:40 PM UTC
uzundibize...
Ndivuka uzingcinga Ndilala ndiyakucinga Nditsho namaphupha Ndiyakuthanda Noba awukho secaleni kwam Uhlala uhleli nam Nditsho nakwi ncoko zam Ulubhabho lwam, ulubambo lwam Ngaphandle kwakho, intliziyo yam isisighubhu Xa ndinawe, intliziyi yam itsho amagubu Izandi eziviwa phezulu emazulwini Igida kushukume abaphantsi UThando lwakho lundonyusa ndiphantsi Lamazwi akayonyani, lamazwi angqina inyani Inyani luThando, ubungqina luThando lwethu InTando yakhe mayenziwe emhlabeni njengoko isenziwa emazulwini (Ngoba ebunyanisweni andikwazi ukuyichaza indlela endikuthanda ngayo, abubungqina bendlela endiziva ngayo ).
0
Feb 14, 2021
Feb 14, 2021 at 7:41 AM UTC
Untitled